Ezra 8:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 yaye koonyana bakaShefatiya,+ nguZebhadiya unyana kaMikayeli, ekunye namadoda angamashumi asibhozo; Nehemiya 7:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 oonyana bakaShefatiya,+ babengamakhulu amathathu anamashumi asixhenxe anesibini;
8 yaye koonyana bakaShefatiya,+ nguZebhadiya unyana kaMikayeli, ekunye namadoda angamashumi asibhozo;