Ezra 2:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 oonyana bakaShefatiya,+ babengamakhulu amathathu anamashumi asixhenxe anesibini; Nehemiya 7:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 oonyana bakaShefatiya,+ babengamakhulu amathathu anamashumi asixhenxe anesibini;