Ezra 5:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Makwazeke kukumkani ukuba sihambile saya kumaphondo+ akwaYuda endlwini yoTHIXO omkhulu,+ yaye yakhiwa ngamatye aqengqiweyo, kubekwa namaplanga ezindongeni; loo msebenzi wenziwa ngentumekelelo wenza inkqubela ezandleni zabo. Daniyeli 2:47 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 47 Ukumkani wamphendula uDaniyeli wathi: “Eneneni uTHIXO wenu unguThixo woothixo+ neNkosi yookumkani+ noMtyhili weemfihlelo, ngenxa yokuba ukwazile ukutyhila le mfihlelo.”+
8 Makwazeke kukumkani ukuba sihambile saya kumaphondo+ akwaYuda endlwini yoTHIXO omkhulu,+ yaye yakhiwa ngamatye aqengqiweyo, kubekwa namaplanga ezindongeni; loo msebenzi wenziwa ngentumekelelo wenza inkqubela ezandleni zabo.
47 Ukumkani wamphendula uDaniyeli wathi: “Eneneni uTHIXO wenu unguThixo woothixo+ neNkosi yookumkani+ noMtyhili weemfihlelo, ngenxa yokuba ukwazile ukutyhila le mfihlelo.”+