IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 41:39
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 39 Emva koko uFaro wathi kuYosefu: “Ekubeni uThixo ekwazisile konke oku,+ akukho bani uyingqondi nosisilumko njengawe.+

  • Daniyeli 1:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Aba bantwana bane ke, uTHIXO oyinyaniso wabanika ulwazi, nokuziqonda zonke iincwadi, nobulumko;+ yaye uDaniyeli yena wayeyiqonda yonke imibono namaphupha.+

  • Daniyeli 2:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 Noko ke, kukho uThixo emazulwini onguMtyhili weemfihlelo,+ yaye umazisile uKumkani uNebhukadenetsare okuya kwenzeka ekupheleni kwemihla.+ Iphupha lakho nemibono yentloko yakho emandlalweni wakho—nali:

  • Daniyeli 4:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 “‘Owu Bheleteshatsare oyintloko yababingeleli abaqhelisela imilingo,+ ngenxa yokuba ndazi kakuhle ukuba wena unomoya woothixo abangcwele+ nokuba akukho mfihlelo konke konke ekukhathazayo,+ ndixelele imibono yephupha endilibonileyo nentsingiselo yalo.+

  • Amosi 3:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Kuba iNkosi enguMongami uYehova ayiyi kwenza nto ngaphandle kokuba iwutyhilile umcimbi wayo oyimfihlo kubakhonzi bayo abaprofeti.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share