Numeri 8:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Umele ke ngoko alungiselele abazalwana bakhe ententeni yokuhlangana ekunyamekeleni kwabo imbopheleleko yabo, kodwa angaphumezi nkonzo yena. Uya kwenjenjalo kubaLevi ngokuphathelele iimbopheleleko zabo.”+ Numeri 18:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Mna ke, khangela! ndibathabathile abazalwana benu, abaLevi, phakathi koonyana bakaSirayeli,+ baba sisipho kuni,+ njengoko benikelwe kuYehova ukuze baphumeze inkonzo ententeni yokuhlangana.+ 1 Kronike 23:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Yaye anyamekela ukulinda+ intente yokuhlangana nokulinda indawo engcwele+ nokulinda oonyana baka-Aron abazalwana babo ukuba bakhonze endlwini kaYehova.+
26 Umele ke ngoko alungiselele abazalwana bakhe ententeni yokuhlangana ekunyamekeleni kwabo imbopheleleko yabo, kodwa angaphumezi nkonzo yena. Uya kwenjenjalo kubaLevi ngokuphathelele iimbopheleleko zabo.”+
6 Mna ke, khangela! ndibathabathile abazalwana benu, abaLevi, phakathi koonyana bakaSirayeli,+ baba sisipho kuni,+ njengoko benikelwe kuYehova ukuze baphumeze inkonzo ententeni yokuhlangana.+
32 Yaye anyamekela ukulinda+ intente yokuhlangana nokulinda indawo engcwele+ nokulinda oonyana baka-Aron abazalwana babo ukuba bakhonze endlwini kaYehova.+