IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Ezra 10:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 yaye nabani na owayengazange afike+ kwisithuba seentsuku ezintathu ngokwesigqibo seenkosana+ namadoda amakhulu—iimpahla zakhe zonke zaziya kwahlulelwa intshabalalo+ aze yena ahlulwe+ kulo ibandla labantu abathinjiweyo.

  • Ezra 10:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Ngoko, iinkosana zethu+ mazincede zibe ngabameli bebandla lonke; yaye, bonke abo bakwizixeko zethu abaye banika abafazi basemzini indawo yokuhlala, mabeze kunye namadoda amakhulu esixeko ngasinye nabagwebi baso ngamaxesha amiselweyo, de sikuthothise ukuvutha komsindo kaThixo wethu kuthi, ngalo mbandela.”

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share