IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Samuweli 3:38
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 38 Yaye ukumkani wahlabela mgama wathi kubakhonzi bakhe: “Anazi na ukuba kuwe inkosana nomntu omkhulu kwaSirayeli ngale mini?+

  • Ezra 9:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Yaye kamsinya nje zakugqitywa ezi zinto, iinkosana+ zeza kum, zisithi: “Abantu bakwaSirayeli nababingeleli nabaLevi abazahlulanga+ kwizizwana zamazwe ngokuphathelele izinto zazo ezicekisekayo,+ ezizezi, amaKanan,+ amaHiti,+ amaPerizi,+ amaYebhusi,+ ama-Amoni,+ amaMowabhi,+ amaYiputa+ nama-Amori.+

  • Ezra 10:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 yaye nabani na owayengazange afike+ kwisithuba seentsuku ezintathu ngokwesigqibo seenkosana+ namadoda amakhulu—iimpahla zakhe zonke zaziya kwahlulelwa intshabalalo+ aze yena ahlulwe+ kulo ibandla labantu abathinjiweyo.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share