Yoshuwa 11:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 kumaKanan+ ngasempuma nangasentshona, kuma-Amori+ nakumaHiti+ nakumaPerizi+ namaYebhusi+ kummandla weentaba nakumaHivi+ aphantsi kweHermon+ kwilizwe laseMizpa.+ Yoshuwa 17:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 UYoshuwa wathi kubo: “Ukuba nisisizwana esikhulu, nyukani niye ehlathini, nize nizihlahlele lona apho kwilizwe lamaPerizi+ namaRefa,+ ngenxa yokuba ummandla weentaba+ wakwaEfrayim uye waba mxinwa kakhulu kuni.”
3 kumaKanan+ ngasempuma nangasentshona, kuma-Amori+ nakumaHiti+ nakumaPerizi+ namaYebhusi+ kummandla weentaba nakumaHivi+ aphantsi kweHermon+ kwilizwe laseMizpa.+
15 UYoshuwa wathi kubo: “Ukuba nisisizwana esikhulu, nyukani niye ehlathini, nize nizihlahlele lona apho kwilizwe lamaPerizi+ namaRefa,+ ngenxa yokuba ummandla weentaba+ wakwaEfrayim uye waba mxinwa kakhulu kuni.”