Yoshuwa 18:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Umda wehla waya kwisiphelo sentaba ejongene nentlambo yonyana kaHinom,+ ekwintili yamaRefa+ ngasemntla, kwaye wehla waya kwintlambo kaHinom, kwithambeka lamaYebhusi+ ngasemzantsi, waza wehla waya e-En-rogele.+
16 Umda wehla waya kwisiphelo sentaba ejongene nentlambo yonyana kaHinom,+ ekwintili yamaRefa+ ngasemntla, kwaye wehla waya kwintlambo kaHinom, kwithambeka lamaYebhusi+ ngasemzantsi, waza wehla waya e-En-rogele.+