Eksodus 19:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Yaye niya kuba bubukumkani kum nababingeleli nohlanga olungcwele.’+ Ngawo lawo amazwi oya kuwathetha koonyana bakaSirayeli.” Eksodus 22:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 “Nize nizingqine ningabantu abangcwele kum;+ ningayidli inyama yento eqwengwe lirhamncwa endle.+ Yiphoseni ezinjeni.+ Duteronomi 7:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngokuba usisizwana esingcwele kuYehova uThixo wakho.+ Nguwe uYehova uThixo wakho amnyulileyo ukuba abe sisizwana sakhe, abe yinqobo kuye, kwizizwana zonke eziphezu komhlaba.+
6 Yaye niya kuba bubukumkani kum nababingeleli nohlanga olungcwele.’+ Ngawo lawo amazwi oya kuwathetha koonyana bakaSirayeli.”
31 “Nize nizingqine ningabantu abangcwele kum;+ ningayidli inyama yento eqwengwe lirhamncwa endle.+ Yiphoseni ezinjeni.+
6 Ngokuba usisizwana esingcwele kuYehova uThixo wakho.+ Nguwe uYehova uThixo wakho amnyulileyo ukuba abe sisizwana sakhe, abe yinqobo kuye, kwizizwana zonke eziphezu komhlaba.+