Nehemiya 13:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ngoko kwathi, kamsinya nje bakuba bewuvile umthetho,+ baqalisa ukwahlula+ lonke iqela elingumxube kuSirayeli. 2 Korinte 6:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Musani ukubotshwa edyokhweni kunye nabangakholwayo.+ Kuba bunabubudlelane buni na ubulungisa nokuchas’ umthetho?+ Okanye kunakwabelana kuni na ukukhanya nobumnyama?+
3 Ngoko kwathi, kamsinya nje bakuba bewuvile umthetho,+ baqalisa ukwahlula+ lonke iqela elingumxube kuSirayeli.
14 Musani ukubotshwa edyokhweni kunye nabangakholwayo.+ Kuba bunabubudlelane buni na ubulungisa nokuchas’ umthetho?+ Okanye kunakwabelana kuni na ukukhanya nobumnyama?+