IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Ezra 10:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Ke kaloku yenzani uvumo+ kuYehova uTHIXO wookhokho benu nenze oko akholiswa kuko+ nizahlule kwizizwana zeli lizwe nakubafazi basemzini.”+

  • Nehemiya 9:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Kwaye imbewu kaSirayeli yazahlula+ kubo bonke abasemzini,+ yaza yema yenza uvumo+ lwezono+ zayo neziphoso zooyise.+

  • Nehemiya 10:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 Ke bona abanye abantu, ababingeleli,+ abaLevi,+ abagcini-masango,+ iimvumi,+ amaNethini+ naye wonk’ ubani owayezahlula kwizizwana zelizwe+ kumthetho+ woTHIXO oyinyaniso, abafazi babo, oonyana babo neentombi zabo, wonk’ ubani owayenolwazi nokuqonda,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share