Eksodus 9:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Ngoko wathi uMoses kuye: “Ekuphumeni nje kwam kwesi sixeko ndiya kuzolulela kuYehova izandla zam.+ Ziya kuyeka iindudumo nesichotho singabi saqhubeka, ukuze wazi ukuba umhlaba lo ngokaYehova.+ INdumiso 143:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ndolulele izandla zam kuwe;+Umphefumlo wam unjengelizwe elibharhileyo kuwe.+ Seʹlah.
29 Ngoko wathi uMoses kuye: “Ekuphumeni nje kwam kwesi sixeko ndiya kuzolulela kuYehova izandla zam.+ Ziya kuyeka iindudumo nesichotho singabi saqhubeka, ukuze wazi ukuba umhlaba lo ngokaYehova.+