Numeri 32:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Nanku nisuke nema esikhundleni sooyihlo njengenzala yabantu abanesono ukuze nikongeze ngokubhekele phaya ukuvutha komsindo kaYehova+ kuSirayeli. 2 Kronike 29:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kuba oobawo benza ngokungathembeki+ benza okubi emehlweni kaYehova uThixo wethu,+ kangangokuba bamshiya+ babujika ubuso babo emnqubeni kaYehova+ baza bamnikela umva. IZenzo 7:51 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 51 “Bantundini baneenkani nabangalukileyo ngeentliziyo+ neendlebe, nisoloko niwuxhathisa umoya oyingcwele; kanye njengoko ookhokho benu benjenjalo, nani nenjenjalo.+
14 Nanku nisuke nema esikhundleni sooyihlo njengenzala yabantu abanesono ukuze nikongeze ngokubhekele phaya ukuvutha komsindo kaYehova+ kuSirayeli.
6 Kuba oobawo benza ngokungathembeki+ benza okubi emehlweni kaYehova uThixo wethu,+ kangangokuba bamshiya+ babujika ubuso babo emnqubeni kaYehova+ baza bamnikela umva.
51 “Bantundini baneenkani nabangalukileyo ngeentliziyo+ neendlebe, nisoloko niwuxhathisa umoya oyingcwele; kanye njengoko ookhokho benu benjenjalo, nani nenjenjalo.+