Isaya 1:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Yeha ke uhlanga olunesono,+ abantu abasindwa ziziphoso, imbewu yabenza ububi,+ oonyana abonakalisayo!+ Bamshiyile uYehova,+ bamphethe ngokungenantlonelo Lowo Ungcwele kaSirayeli,+ babuyele umva.+ Isaya 63:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kodwa bona bavukela+ baza bawenza buhlungu umoya wakhe oyingcwele.+ Ke kaloku watshintsha waba lutshaba lwabo;+ yena walwa imfazwe nabo.+ Yeremiya 6:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 “Ndiya kuthetha ndilumkise bani na, ukuze beve? Khangela! Indlebe yabo ayalukanga, kangangokuba abakwazi ukunikela ingqalelo.+ Khangela! Lona kanye ilizwi likaYehova lilungcikivo kubo,+ lizwi elo bangayoliswayo lilo.+
4 Yeha ke uhlanga olunesono,+ abantu abasindwa ziziphoso, imbewu yabenza ububi,+ oonyana abonakalisayo!+ Bamshiyile uYehova,+ bamphethe ngokungenantlonelo Lowo Ungcwele kaSirayeli,+ babuyele umva.+
10 Kodwa bona bavukela+ baza bawenza buhlungu umoya wakhe oyingcwele.+ Ke kaloku watshintsha waba lutshaba lwabo;+ yena walwa imfazwe nabo.+
10 “Ndiya kuthetha ndilumkise bani na, ukuze beve? Khangela! Indlebe yabo ayalukanga, kangangokuba abakwazi ukunikela ingqalelo.+ Khangela! Lona kanye ilizwi likaYehova lilungcikivo kubo,+ lizwi elo bangayoliswayo lilo.+