2 Kumkani 17:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ngenxa yoko uYehova wayigatya yonke imbewu+ kaSirayeli waza waqhubeka emxhwalekisa emnikela esandleni sabaphangi, de wabalahla basuka phambi kwakhe.+
20 Ngenxa yoko uYehova wayigatya yonke imbewu+ kaSirayeli waza waqhubeka emxhwalekisa emnikela esandleni sabaphangi, de wabalahla basuka phambi kwakhe.+