Nehemiya 9:37 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 37 yaye imveliso yalo iphuphumela+ ookumkani+ obabekileyo phezu kwethu ngenxa yezono zethu,+ ibe balawula imizimba yethu nezilwanyana zethu zasekhaya, ngokokuthanda kwabo, kwaye sibandezelekile kakhulu.+
37 yaye imveliso yalo iphuphumela+ ookumkani+ obabekileyo phezu kwethu ngenxa yezono zethu,+ ibe balawula imizimba yethu nezilwanyana zethu zasekhaya, ngokokuthanda kwabo, kwaye sibandezelekile kakhulu.+