2 Kronike 15:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kodwa wathi ekubandezelekeni kwakhe+ wabuyela kuYehova uTHIXO kaSirayeli+ wamfuna, wazenza wafumaneka kuye.+
4 Kodwa wathi ekubandezelekeni kwakhe+ wabuyela kuYehova uTHIXO kaSirayeli+ wamfuna, wazenza wafumaneka kuye.+