8 nencwadi eya kuAsafu umgcini wepaki kakumkani, ukuze andinike imithi yokwakha isango leNqaba+ yasendlwini ngamaplanga,+ nodonga+ lwesixeko nendlu endiza kungena kuyo.” Ngoko ukumkani wandinika zona, ngokwesandla esilungileyo sikaThixo wam esiphezu kwam.+