1 Kronike 29:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Wathi uDavide ukumkani kulo lonke ibandla:+ “USolomon unyana wam, onyuliweyo nguThixo,+ uselula+ yaye ubuthathaka, kodwa umsebenzi mkhulu; kuba inqaba le asiyamntu,+ kodwa yekaYehova uThixo. Ezra 1:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Nabani na ophakathi kwenu ebantwini bakhe bonke, wanga uThixo wakhe anganaye.+ Ngoko makenyuke aye eYerusalem, ekwaYuda, aze abuye akhe indlu kaYehova uTHIXO kaSirayeli—unguTHIXO oyinyaniso+—eyayiseYerusalem.+
29 Wathi uDavide ukumkani kulo lonke ibandla:+ “USolomon unyana wam, onyuliweyo nguThixo,+ uselula+ yaye ubuthathaka, kodwa umsebenzi mkhulu; kuba inqaba le asiyamntu,+ kodwa yekaYehova uThixo.
3 Nabani na ophakathi kwenu ebantwini bakhe bonke, wanga uThixo wakhe anganaye.+ Ngoko makenyuke aye eYerusalem, ekwaYuda, aze abuye akhe indlu kaYehova uTHIXO kaSirayeli—unguTHIXO oyinyaniso+—eyayiseYerusalem.+