ABagwebi 5:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 ‘Qalekisani+ iMerozi,’ yatsho ingelosi kaYehova,+‘Baqalekiseni ngokungapheziyo abemi bayo,Kuba abakhange beze kumnceda uYehova,Babe luncedo kuYehova nabo banamandla.’ Luka 11:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Lowo ungekho ngakum unxamnye nam, nalowo ungahlanganisi kunye nam uyachithachitha.+ 1 Timoti 6:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Bayale abo bazizityebi+ kule nkqubo yezinto ukuba bangaziphakamisi,+ bangathembeli kubutyebi obungaqinisekanga,+ kodwa mabathembele kuThixo, osinika zonke izinto ngokobutyebi ukuze sizinandiphe;+
23 ‘Qalekisani+ iMerozi,’ yatsho ingelosi kaYehova,+‘Baqalekiseni ngokungapheziyo abemi bayo,Kuba abakhange beze kumnceda uYehova,Babe luncedo kuYehova nabo banamandla.’
17 Bayale abo bazizityebi+ kule nkqubo yezinto ukuba bangaziphakamisi,+ bangathembeli kubutyebi obungaqinisekanga,+ kodwa mabathembele kuThixo, osinika zonke izinto ngokobutyebi ukuze sizinandiphe;+