IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Mateyu 12:30
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 30 Lowo ungekho ngakum unxamnye nam, nalowo ungahlanganisi kunye nam uyachithachitha.+

  • Marko 9:40
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 40 kuba lowo ungekho nxamnye nathi ungakuthi.+

  • Luka 9:50
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 50 Kodwa uYesu wathi kuye: “Musani ukuzama ukumthintela, kuba lowo ungekho nxamnye nani ungakuni.”+

  • Yohane 11:52
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 52 yaye kungekhona nje uhlanga kuphela, kodwa kwanokuze abahlanganisele ndawonye abantwana bakaThixo abachithachithekileyo+ babe banye.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share