Nehemiya 2:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ngenyanga enguNisan,+ ngonyaka wamashumi amabini+ ka-Artashashta+ ukumkani, kwakukho iwayini phambi kwakhe, kwaye mna njengesiqhelo ndathabatha iwayini ndayinika ukumkani.+ Kodwa ndandingazange ndikhe ndidakumbe phambi kwakhe.+
2 Ngenyanga enguNisan,+ ngonyaka wamashumi amabini+ ka-Artashashta+ ukumkani, kwakukho iwayini phambi kwakhe, kwaye mna njengesiqhelo ndathabatha iwayini ndayinika ukumkani.+ Kodwa ndandingazange ndikhe ndidakumbe phambi kwakhe.+