Eksodus 22:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 “Ukuba uthe wababoleka imali abantu bam, oxhwalekileyo okunye nawe,+ uze ungabi njengombolekisi obiza inzuzo enkulu kuye. Uze ungambizi nzala.+ Levitikus 25:36 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 Musa ukuthabatha nzala kuye okanye ufune inzuzo enkulu,+ kunoko umele umoyike uThixo wakho;+ aphile umzalwana wakho kuwe. Duteronomi 23:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 “Uze ungamhlawulisi nzala umzalwana wakho,+ inzala ngemali, inzala ngokutya,+ nenzala ngayo nantoni ekubizwa inzala ngayo. INdumiso 15:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Imali yakhe akanikezelanga ngayo ngenzala,+Yaye akathabathanga ukunyotywa nxamnye nalowo umsulwa.+Lowo wenza ezi zinto akasayi kuze agungqiswe.+ Hezekile 22:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Bathabathe isinyobo kuwe ngenjongo yokuphalaza igazi.+ Uthabathe inzala+ waza wabiza inzuzo enkulu,+ yaye ngogonyamelo uzenzela inzuzo+ kumaqabane akho ngokuqhatha,+ kwaye mna undilibele,’+ itsho iNkosi enguMongami uYehova.
25 “Ukuba uthe wababoleka imali abantu bam, oxhwalekileyo okunye nawe,+ uze ungabi njengombolekisi obiza inzuzo enkulu kuye. Uze ungambizi nzala.+
36 Musa ukuthabatha nzala kuye okanye ufune inzuzo enkulu,+ kunoko umele umoyike uThixo wakho;+ aphile umzalwana wakho kuwe.
19 “Uze ungamhlawulisi nzala umzalwana wakho,+ inzala ngemali, inzala ngokutya,+ nenzala ngayo nantoni ekubizwa inzala ngayo.
5 Imali yakhe akanikezelanga ngayo ngenzala,+Yaye akathabathanga ukunyotywa nxamnye nalowo umsulwa.+Lowo wenza ezi zinto akasayi kuze agungqiswe.+
12 Bathabathe isinyobo kuwe ngenjongo yokuphalaza igazi.+ Uthabathe inzala+ waza wabiza inzuzo enkulu,+ yaye ngogonyamelo uzenzela inzuzo+ kumaqabane akho ngokuqhatha,+ kwaye mna undilibele,’+ itsho iNkosi enguMongami uYehova.