Ezra 2:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 oonyana bakaPahati-mowabhi,+ woonyana bakaYeshuwa noYowabhi,+ babengamawaka amabini anamakhulu asibhozo aneshumi elinesibini; Ezra 10:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 koonyana bakaPahati-mowabhi,+ nguAdena noKelali, uBhenaya, uMahaseya, uMataniya, uBhetsaleli noBhinuwi noManase;
6 oonyana bakaPahati-mowabhi,+ woonyana bakaYeshuwa noYowabhi,+ babengamawaka amabini anamakhulu asibhozo aneshumi elinesibini;
30 koonyana bakaPahati-mowabhi,+ nguAdena noKelali, uBhenaya, uMahaseya, uMataniya, uBhetsaleli noBhinuwi noManase;