Levitikus 9:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 kwaza kwaphuma umlilo phambi koYehova,+ wawudla umnikelo otshiswayo namanqatha aphezu kwesibingelelo. Bathi bakukubona oko abantu, bakhwaza+ bonke baza bawa ngobuso. Mateyu 26:39 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 39 Waya ngaphambili umganyana, wawa ngobuso, wathandaza+ esithi: “Bawo, ukuba kunokwenzeka, mayidlule le ndebe+ kum. Kanti, kungekhona ngokuthanda kwam,+ kodwa ngokuthanda kwakho.”+ ISityhilelo 7:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Yaye zonke iingelosi+ zazimi zijikeleze itrone nabadala+ nezidalwa+ eziphilayo ezine, zaza zawa ngobuso bazo phambi kwetrone, zanqula uThixo,+
24 kwaza kwaphuma umlilo phambi koYehova,+ wawudla umnikelo otshiswayo namanqatha aphezu kwesibingelelo. Bathi bakukubona oko abantu, bakhwaza+ bonke baza bawa ngobuso.
39 Waya ngaphambili umganyana, wawa ngobuso, wathandaza+ esithi: “Bawo, ukuba kunokwenzeka, mayidlule le ndebe+ kum. Kanti, kungekhona ngokuthanda kwam,+ kodwa ngokuthanda kwakho.”+
11 Yaye zonke iingelosi+ zazimi zijikeleze itrone nabadala+ nezidalwa+ eziphilayo ezine, zaza zawa ngobuso bazo phambi kwetrone, zanqula uThixo,+