Eksodus 17:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Khangela! Ndiya kuma phambi kwakho khona eliweni laseHorebhe. Uze ulibethe iliwa elo, kothi ke kuphume amanzi kulo, basele abantu.”+ Wenjenjalo ke uMoses phambi kwamehlo amadoda amakhulu akwaSirayeli. INdumiso 78:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Khangela! Wabetha iliwa+Ukuze amanzi aqukuqele nemisinga iphuphume.+“Ngaba uyakwazi nokunika isonka,+Okanye ngaba unako ukulungiselela abantu bakhe isixhaso?”+
6 Khangela! Ndiya kuma phambi kwakho khona eliweni laseHorebhe. Uze ulibethe iliwa elo, kothi ke kuphume amanzi kulo, basele abantu.”+ Wenjenjalo ke uMoses phambi kwamehlo amadoda amakhulu akwaSirayeli.
20 Khangela! Wabetha iliwa+Ukuze amanzi aqukuqele nemisinga iphuphume.+“Ngaba uyakwazi nokunika isonka,+Okanye ngaba unako ukulungiselela abantu bakhe isixhaso?”+