1 Kumkani 8:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 kwanga ungeva usemazulwini, uze usixolele isono sabantu bakho amaSirayeli+ ubabuyisele+ kumhlaba owawunika ookhokho babo.+ 1 Kumkani 8:39 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 39 kwanga ungeva usemazulwini,+ kwindawo ohlala kuyo emisiweyo,+ uze uxolele+ yaye wenze,+ unike ngamnye ngokweendlela zakhe zonke,+ ngenxa yokuba uyayazi intliziyo yakhe+ (kuba nguwe kuphela oyazi kakuhle intliziyo yabo bonke oonyana boluntu);+
34 kwanga ungeva usemazulwini, uze usixolele isono sabantu bakho amaSirayeli+ ubabuyisele+ kumhlaba owawunika ookhokho babo.+
39 kwanga ungeva usemazulwini,+ kwindawo ohlala kuyo emisiweyo,+ uze uxolele+ yaye wenze,+ unike ngamnye ngokweendlela zakhe zonke,+ ngenxa yokuba uyayazi intliziyo yakhe+ (kuba nguwe kuphela oyazi kakuhle intliziyo yabo bonke oonyana boluntu);+