Yeremiya 32:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 ngenxa yabo bonke ububi boonyana bakaSirayeli+ noboonyana bakaYuda+ ababenzileyo ukuze bandicaphukise,+ bona, ookumkani babo,+ iinkosana zabo,+ ababingeleli babo+ nabaprofeti babo,+ namadoda akwaYuda nabemi baseYerusalem.
32 ngenxa yabo bonke ububi boonyana bakaSirayeli+ noboonyana bakaYuda+ ababenzileyo ukuze bandicaphukise,+ bona, ookumkani babo,+ iinkosana zabo,+ ababingeleli babo+ nabaprofeti babo,+ namadoda akwaYuda nabemi baseYerusalem.