IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yeremiya 5:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Kuba indlu kaSirayeli nendlu kaYuda ngokuqinisekileyo zindenzele ubuqhophololo,” utsho uYehova.+

  • Yeremiya 11:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Babuyele kwiziphoso zookhokho babo,+ ababa ngabokuqala, ukwala ukuthobela amazwi am, kodwa besuka balandela abanye oothixo ukuze babakhonze.+ Indlu kaSirayeli nendlu kaYuda ziwaphule umnqophiso wam endawenzayo nookhokho babo.+

  • Hezekile 8:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Waza wahlabela mgama wathi kum: “Ukubonile na oku, nyana womntu? Yinto elula ngolo hlobo na kwindlu kaYuda ukwenza izinto ezicekisekayo abazenzileyo apha, ukuba bazalise ilizwe ngogonyamelo+ nokuba bandicaphukise kwakhona, yaye basondeza ihlumelo empumlweni yam?

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share