-
2 Kumkani 22:13INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
13 “Hambani, niye kubuza+ kuYehova ngenxa yam nangenxa yabantu nangenxa kaYuda wonke ngokuphathelele amazwi ale ncwadi efunyenweyo; kuba kukhulu ukuvutha komsindo kaYehova+ nxamnye nathi ngenxa yokuba ookhokho bethu+ bengazange bawaphulaphule amazwi ale ncwadi ngokwenza ngokuvisisana nako konke okubhalwe ngathi.”+
-