Nehemiya 4:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ke kaloku uTobhiya+ umAmoni+ wayesecaleni kwakhe, yaye wahlabela mgama wathi: “Kwanaloo nto ayakhayo, ukuba impungutye+ ingenyuka ngayo, ingaludiliza ngokuqinisekileyo udonga lwabo lwamatye.” Nehemiya 6:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Bakhumbule,+ Thixo wam, ooTobhiya+ noSanebhalati, ngokuvumelana nezi zenzo zakhe ngamnye, kwanoNowadiya umprofetikazi nabanye abaprofeti+ ababezama ukundoyikisa ngokuqhubekayo. Nehemiya 13:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ngoko ndaya eYerusalem ndaza ndaphawula ububi obabenziwe nguEliyashibhi+ ngokwenzela uTobhiya+ iholo yokudlela kwintendelezo yendlu+ yoTHIXO oyinyaniso.
3 Ke kaloku uTobhiya+ umAmoni+ wayesecaleni kwakhe, yaye wahlabela mgama wathi: “Kwanaloo nto ayakhayo, ukuba impungutye+ ingenyuka ngayo, ingaludiliza ngokuqinisekileyo udonga lwabo lwamatye.”
14 Bakhumbule,+ Thixo wam, ooTobhiya+ noSanebhalati, ngokuvumelana nezi zenzo zakhe ngamnye, kwanoNowadiya umprofetikazi nabanye abaprofeti+ ababezama ukundoyikisa ngokuqhubekayo.
7 Ngoko ndaya eYerusalem ndaza ndaphawula ububi obabenziwe nguEliyashibhi+ ngokwenzela uTobhiya+ iholo yokudlela kwintendelezo yendlu+ yoTHIXO oyinyaniso.