Nehemiya 2:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Xa uSanebhalati+ umHoron+ noTobhiya+ isicaka, esingumAmoni,+ bakuvayo oko, kubo kwabonakala kukubi kakhulu+ ukuba indoda ize kufunela oonyana bakaSirayeli okuthile okulungileyo. Nehemiya 4:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ke kaloku kwathi, kamsinya nje bakuba uSanebhalati+ noTobhiya+ nama-Arabhiya+ nama-Amoni+ nama-Ashdode+ bevile ukuba ukulungiswa kweendonga zeYerusalem kuhambele phambili, kuba amathuba ayesele eqalisile ukuvalwa, bacaphuka kakhulu.
10 Xa uSanebhalati+ umHoron+ noTobhiya+ isicaka, esingumAmoni,+ bakuvayo oko, kubo kwabonakala kukubi kakhulu+ ukuba indoda ize kufunela oonyana bakaSirayeli okuthile okulungileyo.
7 Ke kaloku kwathi, kamsinya nje bakuba uSanebhalati+ noTobhiya+ nama-Arabhiya+ nama-Amoni+ nama-Ashdode+ bevile ukuba ukulungiswa kweendonga zeYerusalem kuhambele phambili, kuba amathuba ayesele eqalisile ukuvalwa, bacaphuka kakhulu.