Genesis 35:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Kwathi ke ngethuba lokuphuma komphefumlo wakhe+ (kuba wafa)+ wamthiya igama elinguBhen-oni; kodwa uyise wathi nguBhenjamin+. Yoshuwa 18:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kwaza kwaphuma iqashiso+ lesizwe soonyana bakaBhenjamin+ ngokweentsapho zabo, yaye umda weqashiso labo waphuma phakathi koonyana bakaYuda+ noonyana bakaYosefu.+ Estere 2:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kwakukho ndoda ithile, engumYuda kwinqaba iShushan,+ yaye igama layo lalinguMordekayi+ unyana kaYayire unyana kaShimeyi unyana kaKishe umBhenjamin,+
18 Kwathi ke ngethuba lokuphuma komphefumlo wakhe+ (kuba wafa)+ wamthiya igama elinguBhen-oni; kodwa uyise wathi nguBhenjamin+.
11 Kwaza kwaphuma iqashiso+ lesizwe soonyana bakaBhenjamin+ ngokweentsapho zabo, yaye umda weqashiso labo waphuma phakathi koonyana bakaYuda+ noonyana bakaYosefu.+
5 Kwakukho ndoda ithile, engumYuda kwinqaba iShushan,+ yaye igama layo lalinguMordekayi+ unyana kaYayire unyana kaShimeyi unyana kaKishe umBhenjamin,+