Genesis 49:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 “UBhenjamin uya kuqhubeka eqwenga njengengcuka.+ Kusasa uya kudla isilwanyana esiphangiweyo aze ngokuhlwa ahlule amaxhoba.”+ 1 Samuweli 9:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Waphendula ke uSawule waza wathi: “AndingumBhenjamin na wesona sizwe sincinane+ kwezakwaSirayeli,+ nentsapho yakowethu eyona ingabalulekanga kuzo zonke iintsapho zesizwe sakwaBhenjamin?+ Ngoko kutheni na ukuba uthethe into enjengale kum?”+
27 “UBhenjamin uya kuqhubeka eqwenga njengengcuka.+ Kusasa uya kudla isilwanyana esiphangiweyo aze ngokuhlwa ahlule amaxhoba.”+
21 Waphendula ke uSawule waza wathi: “AndingumBhenjamin na wesona sizwe sincinane+ kwezakwaSirayeli,+ nentsapho yakowethu eyona ingabalulekanga kuzo zonke iintsapho zesizwe sakwaBhenjamin?+ Ngoko kutheni na ukuba uthethe into enjengale kum?”+