1 Samuweli 21:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Kamva uDavide wafika eNobhi+ kuAhimeleki umbingeleli; uAhimeleki+ wangcangcazela akuhlangana noDavide waza ke wathi kuye: “Kutheni na ukuba ube wedwa, kungekho bani ukunye nawe?”+
21 Kamva uDavide wafika eNobhi+ kuAhimeleki umbingeleli; uAhimeleki+ wangcangcazela akuhlangana noDavide waza ke wathi kuye: “Kutheni na ukuba ube wedwa, kungekho bani ukunye nawe?”+