Ezra 7:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 uEzra lowo wenyuka waya eBhabhiloni; yaye wayengumkhupheli olichule+ womthetho kaMoses,+ owawuvela kuYehova uTHIXO kaSirayeli, kangangokuba ukumkani wamnika konke awayekucelile, ngesandla sikaYehova uThixo wakhe esasiphezu kwakhe.+
6 uEzra lowo wenyuka waya eBhabhiloni; yaye wayengumkhupheli olichule+ womthetho kaMoses,+ owawuvela kuYehova uTHIXO kaSirayeli, kangangokuba ukumkani wamnika konke awayekucelile, ngesandla sikaYehova uThixo wakhe esasiphezu kwakhe.+