Duteronomi 4:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Yabona, ndinifundise imimiselo+ nezigwebo,+ kanye njengoko ndayalelwayo nguYehova uThixo wam, ukuze nenze ngaloo ndlela phakathi kwelizwe eniya kulo ukuba nilidle ilifa. Duteronomi 5:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Wambiza uMoses uSirayeli+ wonke, wathi kuye: “Yiva, Sirayeli, imimiselo nezigwebo+ endizithethayo ezindlebeni zenu namhlanje, nize nizifunde, nizenze ngenyameko.+ Duteronomi 28:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 “Ukuba uthe waliphulaphula ilizwi likaYehova uThixo wakho, wakunyamekela ukuyenza yonke imiyalelo yakhe endikuyalela yona namhlanje,+ ngokuqinisekileyo uYehova uThixo wakho uya kukuphakamisa ngaphezu kwazo zonke ezinye iintlanga zomhlaba.+
5 Yabona, ndinifundise imimiselo+ nezigwebo,+ kanye njengoko ndayalelwayo nguYehova uThixo wam, ukuze nenze ngaloo ndlela phakathi kwelizwe eniya kulo ukuba nilidle ilifa.
5 Wambiza uMoses uSirayeli+ wonke, wathi kuye: “Yiva, Sirayeli, imimiselo nezigwebo+ endizithethayo ezindlebeni zenu namhlanje, nize nizifunde, nizenze ngenyameko.+
28 “Ukuba uthe waliphulaphula ilizwi likaYehova uThixo wakho, wakunyamekela ukuyenza yonke imiyalelo yakhe endikuyalela yona namhlanje,+ ngokuqinisekileyo uYehova uThixo wakho uya kukuphakamisa ngaphezu kwazo zonke ezinye iintlanga zomhlaba.+