Yoshuwa 5:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Waza uYehova wathi kuYoshuwa: “Namhlanje ndiyishenxisile kuni ingcikivo yaseYiputa.”+ Ngoko igama laloo ndawo laba yiGiligali+ de kube namhla. Yoshuwa 15:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Umda wenyuka waya eDebhiri kwintili yaseAkore+ wajika waya ngasemantla eGiligali,+ engaphambi kokunyuka kweAdumim, engasezantsi kwentlambo; yaye umda wawudlulela kumanzi ase-En-shemeshe,+ kwaye isiphelo sawo sasise-En-rogele.+
9 Waza uYehova wathi kuYoshuwa: “Namhlanje ndiyishenxisile kuni ingcikivo yaseYiputa.”+ Ngoko igama laloo ndawo laba yiGiligali+ de kube namhla.
7 Umda wenyuka waya eDebhiri kwintili yaseAkore+ wajika waya ngasemantla eGiligali,+ engaphambi kokunyuka kweAdumim, engasezantsi kwentlambo; yaye umda wawudlulela kumanzi ase-En-shemeshe,+ kwaye isiphelo sawo sasise-En-rogele.+