IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kumkani 14:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 UAmatsiya ukumkani wakwaYuda unyana kaYehowashe unyana ka-Ahaziya wathinjwa nguYehowashe ukumkani wakwaSirayeli eBhete-shemeshe, emva koko beza eYerusalem waza waqhekeza udonga eYerusalem kwiSango lakwaEfrayim+ ukuya kufikelela kwiSango leMbombo,+ amakhulu amane eekubhite.

  • Nehemiya 8:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Kwaye abantu baphuma baza bawazisa bazenzela iminquba, ngamnye phezu kophahla lwakhe+ nakwiintendelezo zabo nakwiintendelezo+ zendlu yoTHIXO oyinyaniso nakwindawo yembutho+ yeSango Lamanzi+ nakwindawo yembutho yeSango LakwaEfrayim.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share