IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Ezra 6:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Baqhubeka besenza umthendeleko wamaqebengwana angenagwele+ iintsuku ezisixhenxe benemihlali; kuba uYehova wababangela banemihlali, wayijika+ nentliziyo kakumkani waseAsiriya yangakubo ukuba azomeleze izandla zabo emsebenzini wendlu kaTHIXO oyinyaniso, uTHIXO kaSirayeli.

  • Hagayi 1:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Waza uYehova wawuvuselela umoya+ kaZerubhabheli unyana kaShelatiyeli, irhuluneli yakwaYuda, nomoya kaYoshuwa+ unyana kaYehotsadaki umbingeleli omkhulu, nomoya wabo bonke abaseleyo ebantwini; baza baqalisa ukungena nokwenza umsebenzi wendlu kaYehova wemikhosi uThixo wabo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share