Duteronomi 31:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 ekuzeni kukaSirayeli wonke ukuze abonakale ebusweni bukaYehova+ uThixo wakho endaweni aya kuyikhetha,+ wowufunda lo mthetho phambi kukaSirayeli wonke esiva.+ Nehemiya 8:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ngako oko uEzra umbingeleli+ wawuzisa umthetho phambi kwebandla+ lamadoda nelabafazi nelabo banengqiqo ngokwaneleyo yokuphulaphula,+ ngosuku lokuqala lwenyanga yesixhenxe.+ Luka 4:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kwaye weza eNazarete,+ apho wayekhuliswe khona; yaye, ngokwesiko lakhe ngomhla wesabatha, wangena kwindlu yesikhungu,+ waza wema ukuze afunde.
11 ekuzeni kukaSirayeli wonke ukuze abonakale ebusweni bukaYehova+ uThixo wakho endaweni aya kuyikhetha,+ wowufunda lo mthetho phambi kukaSirayeli wonke esiva.+
2 Ngako oko uEzra umbingeleli+ wawuzisa umthetho phambi kwebandla+ lamadoda nelabafazi nelabo banengqiqo ngokwaneleyo yokuphulaphula,+ ngosuku lokuqala lwenyanga yesixhenxe.+
16 Kwaye weza eNazarete,+ apho wayekhuliswe khona; yaye, ngokwesiko lakhe ngomhla wesabatha, wangena kwindlu yesikhungu,+ waza wema ukuze afunde.