Duteronomi 31:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Uze ubahlanganise abantu,+ amadoda nabafazi nabantwana nomphambukeli wakho osemasangweni akho, ukuze baphulaphule nokuze bafunde,+ bamoyike uYehova uThixo wenu,+ bakunyamekele ukuwenza onke amazwi alo mthetho. 2 Kronike 17:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Yaye bafundisa+ kwaYuda, benencwadi yomthetho kaYehova;+ bazijikeleza zonke izixeko zakwaYuda befundisa phakathi kwabantu.
12 Uze ubahlanganise abantu,+ amadoda nabafazi nabantwana nomphambukeli wakho osemasangweni akho, ukuze baphulaphule nokuze bafunde,+ bamoyike uYehova uThixo wenu,+ bakunyamekele ukuwenza onke amazwi alo mthetho.
9 Yaye bafundisa+ kwaYuda, benencwadi yomthetho kaYehova;+ bazijikeleza zonke izixeko zakwaYuda befundisa phakathi kwabantu.