Nehemiya 2:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Emva koko ndathi kukumkani: “Ukuba kubonakala kulungile kukumkani,+ yaye ukuba umkhonzi wakho ubonakala elungile phambi kwakho,+ ukuba undithume kwaYuda, kwisixeko sendawo yokungcwaba ookhokho bam, ukuba ndiye kusakha kwakhona.”+ Nehemiya 2:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Waza ukumkani wathi kum, njengoko iqabane lakhe elingukumkanikazi lalihleli ecaleni kwakhe: “Kuya kude kube nini na ukolu hambo lwakho kwaye uya kubuya nini na?” Ngoko kwabonakala kulungile+ kukumkani ukuba andithumele, ndakuba ndimnikile ixesha elimisiweyo.+
5 Emva koko ndathi kukumkani: “Ukuba kubonakala kulungile kukumkani,+ yaye ukuba umkhonzi wakho ubonakala elungile phambi kwakho,+ ukuba undithume kwaYuda, kwisixeko sendawo yokungcwaba ookhokho bam, ukuba ndiye kusakha kwakhona.”+
6 Waza ukumkani wathi kum, njengoko iqabane lakhe elingukumkanikazi lalihleli ecaleni kwakhe: “Kuya kude kube nini na ukolu hambo lwakho kwaye uya kubuya nini na?” Ngoko kwabonakala kulungile+ kukumkani ukuba andithumele, ndakuba ndimnikile ixesha elimisiweyo.+