14 Enye into: Ukususela ngemini awandimisela ngayo ukuba ndibe yirhuluneli yabo+ kwilizwe lakwaYuda, ukususela kunyaka wamashumi amabini+ ukusa kunyaka wamashumi amathathu anesibini+ ka-Artashashta+ ukumkani, iminyaka elishumi elinesibini, mna nabazalwana bam asizange sisidle isonka serhuluneli.+