2 Ngoku ke ndiza kukuxelela inyaniso:+
“Khangela! Kuseza kubakho ookumkani abathathu abamela iPersi,+ yaye owesine+ uya kubodlula bonke abanye ngobutyebi.+ Uya kuthi ke akomelela ngobo butyebi bakhe, uya kuvusa yonk’ into ibe nxamnye nobukumkani baseGrisi.+