Estere 3:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kwaye bonke abakhonzi bakakumkani ababesesangweni likakumkani+ babethoba bequbuda kuHaman, kuba ukumkani wayeyalele ngolo hlobo ngaye. Kodwa uMordekayi, wayengathobi engaqubudi kuye.+
2 Kwaye bonke abakhonzi bakakumkani ababesesangweni likakumkani+ babethoba bequbuda kuHaman, kuba ukumkani wayeyalele ngolo hlobo ngaye. Kodwa uMordekayi, wayengathobi engaqubudi kuye.+