Eksodus 17:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Wathi ke uYehova kuMoses: “Kubhale oku kube sisikhumbuzo encwadini+ uze ukuvakalise ezindlebeni zikaYoshuwa uthi, ‘Ndiya kumsusa ngokupheleleyo angabi sakhunjulwa uAmaleki phantsi kwamazulu.’”+ Eksodus 17:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 esithi: “UYehova uya kulwa imfazwe noAmaleki kwisizukulwana ngesizukulwana,+ ngokuba ephakamise isandla nxamnye netrone+ kaYa.”+ Duteronomi 25:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Kothi ekukuphumzeni kukaYehova uThixo wakho ezintshabeni zakho zonke ezikujikelezileyo ezweni elo akunika lona uYehova uThixo wakho ukuba ulihluthe njengelifa,+ umsuse uAmaleki angabi saphinda akhankanywe phantsi kwamazulu.+ Uze ungalibali. 1 Samuweli 15:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Yiya ke, umxabele uAmaleki+ uze umtshabalalise+ kunye nako konke anako, yaye umele ungabi namfesane kuye, kwaye umele uwabulale,+ indoda kwakunye nomfazi, umntwana kwakunye nowanyayo,+ inkunzi yenkomo kwakunye nemvu, inkamela kwakunye ne-esile.’”+ INdumiso 139:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Andibathiyanga na abo bakuthiya kakhulu, Yehova,+Yaye andiziva ndizothekile na ngabo bakuvukelayo?+
14 Wathi ke uYehova kuMoses: “Kubhale oku kube sisikhumbuzo encwadini+ uze ukuvakalise ezindlebeni zikaYoshuwa uthi, ‘Ndiya kumsusa ngokupheleleyo angabi sakhunjulwa uAmaleki phantsi kwamazulu.’”+
16 esithi: “UYehova uya kulwa imfazwe noAmaleki kwisizukulwana ngesizukulwana,+ ngokuba ephakamise isandla nxamnye netrone+ kaYa.”+
19 Kothi ekukuphumzeni kukaYehova uThixo wakho ezintshabeni zakho zonke ezikujikelezileyo ezweni elo akunika lona uYehova uThixo wakho ukuba ulihluthe njengelifa,+ umsuse uAmaleki angabi saphinda akhankanywe phantsi kwamazulu.+ Uze ungalibali.
3 Yiya ke, umxabele uAmaleki+ uze umtshabalalise+ kunye nako konke anako, yaye umele ungabi namfesane kuye, kwaye umele uwabulale,+ indoda kwakunye nomfazi, umntwana kwakunye nowanyayo,+ inkunzi yenkomo kwakunye nemvu, inkamela kwakunye ne-esile.’”+
21 Andibathiyanga na abo bakuthiya kakhulu, Yehova,+Yaye andiziva ndizothekile na ngabo bakuvukelayo?+