Estere 9:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Kuba uHaman+ unyana kaHamedata,+ umAgagi,+ lowo wayebonakalisa ubutshaba+ kuwo onke amaYuda, waceba nxamnye namaYuda ukuba awatshabalalise,+ wenza iPuri,+ oko kukuthi, iQashiso+ ukuze awadubadube aze awatshabalalise.
24 Kuba uHaman+ unyana kaHamedata,+ umAgagi,+ lowo wayebonakalisa ubutshaba+ kuwo onke amaYuda, waceba nxamnye namaYuda ukuba awatshabalalise,+ wenza iPuri,+ oko kukuthi, iQashiso+ ukuze awadubadube aze awatshabalalise.