Estere 3:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ukumkani wawushenxisa umsesane wakhe wokutywina+ esandleni sakhe waza wawunika uHaman+ unyana kaHamedata umAgagi,+ lowo wayebonakalisa ubutshaba kumaYuda.+ Estere 9:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 oonyana abalishumi+ bakaHaman+ unyana kaHamedata, lowo wayebonakalisa ubutshaba kumaYuda,+ ababulala; kodwa awazange ase isandla sawo ekuphangeni.+
10 Ukumkani wawushenxisa umsesane wakhe wokutywina+ esandleni sakhe waza wawunika uHaman+ unyana kaHamedata umAgagi,+ lowo wayebonakalisa ubutshaba kumaYuda.+
10 oonyana abalishumi+ bakaHaman+ unyana kaHamedata, lowo wayebonakalisa ubutshaba kumaYuda,+ ababulala; kodwa awazange ase isandla sawo ekuphangeni.+